Imfihlelo Ka Makhulu U-Ruby

C. van Wyk

See more book details

Giraffe Books

9781920016487
Synopsis

UChris uyamthanda umakhulu wakhe uRuby. Ukuyakuthanda ukumndwendwela ekhayeni lakhe, bakhe amaqunube egadini futhi aqhulane kwaye acule nabazala bakhe. UChris ulonwabela kakhulu uhambo olusingisa edolophini nomakhulu wakhe, nalapho athi azikhethele iincwadi evenkileni yencwadi ezingamasekeni.