Skip to main content
Out on 01 August 2026

Amagama Asemaphupheni

Ages 3 to 6

Synopsis

Nokuba uyaphi uVuyo, ufunda amamagama amatsha. Ekhaya ufunda ngendalo nokutya. UTata wakhe uhamba kunye naye xa esiya kuzikhethela iincwadi kwithala leencwadi. Esikolweni yena nabahlobo bakhe baqamba iingoma ngamagama abawafundiswa ngutitsholakazi. Ecaweni, ufunda amagama amatsha kumaculo ecawa. Kwaze ngobunye ubusuku waphupha amagama ebhiyoza emaphupheni akhe ... wade wabhala umbongo omnandi ngenxa yephupha lakhe.

Details

01 August 2026
9781779992260
Imprint: Pan Macmillan South Africa Children's Books